2 Kronike 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko uShishaki+ ukumkani waseYiputa waphuma nxamnye neYerusalem waza wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova+ nobuncwane bendlu kakumkani.+ Wathabatha yonke into; wathabatha amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+
9 Ngoko uShishaki+ ukumkani waseYiputa waphuma nxamnye neYerusalem waza wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova+ nobuncwane bendlu kakumkani.+ Wathabatha yonke into; wathabatha amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+