ABagwebi 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabanikela ezandleni zabaphangi, babaphanga;+ waza wabathengisa esandleni seentshaba zabo ezazibajikelezile,+ kwaye abazange babe nakuma phambi kweentshaba zabo.+ 2 Kronike 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa ukuba niya kujika+ nize niyishiye imimiselo yam+ nemiyalelo yam+ endiyibeke phambi kwenu, nize nikhonze abanye oothixo+ kwaye niqubude kubo,+
14 Waza wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabanikela ezandleni zabaphangi, babaphanga;+ waza wabathengisa esandleni seentshaba zabo ezazibajikelezile,+ kwaye abazange babe nakuma phambi kweentshaba zabo.+
19 Kodwa ukuba niya kujika+ nize niyishiye imimiselo yam+ nemiyalelo yam+ endiyibeke phambi kwenu, nize nikhonze abanye oothixo+ kwaye niqubude kubo,+