2 Kronike 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye kwathi kamsinya nje akuba uYerobhoham+ unyana kaNebhati ekuvile oko ngoxa wayeseseYiputa,+ (ngenxa yokuba wayebaleke ukumkani uSolomon,) uYerobhoham ngokukhawuleza wabuya eYiputa.+
2 Yaye kwathi kamsinya nje akuba uYerobhoham+ unyana kaNebhati ekuvile oko ngoxa wayeseseYiputa,+ (ngenxa yokuba wayebaleke ukumkani uSolomon,) uYerobhoham ngokukhawuleza wabuya eYiputa.+