IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Baza bamnika amaqhosha esilivere angamashumi asixhenxe avela endlwini kaBhahali-bheriti,+ kwaye ngawo uAbhimeleki waqesha amadoda angoongantweni nasileyo,+ ukuze ampheleke.

  • IZenzo 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa amaYuda, aba nekhwele,+ athabathela kuwo amadoda athile angendawo kulawo angoongqikana kwindawo yemarike yaye ayila ihlokondiba aza aqala ukwenza isixeko sibe sisaqunge.+ Kwaye ayihlasela indlu kaYason+ efuna ukubazisa kulo igquba.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share