ABagwebi 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza kuYehova becela uncedo,+ besithi: “Sonile+ kuwe, ngenxa yokuba siye samshiya uThixo wethu saza sakhonza ooBhahali.”+ Hoseya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+
10 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza kuYehova becela uncedo,+ besithi: “Sonile+ kuwe, ngenxa yokuba siye samshiya uThixo wethu saza sakhonza ooBhahali.”+
6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+