1 Kumkani 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nam ndiya kuyimisela itrone yobukumkani bakho kwaSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo, kanye njengoko ndamthembisayo uDavide uyihlo, ndisithi, ‘Akukho ndoda kumadoda akho eya kunqunyulwa ekuhlaleni etroneni kaSirayeli.’+ INdumiso 132:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukuba oonyana bakho baya kuwugcina umnqophiso wam+Nezikhumbuzo zam endiya kubafundisa zona,+Kwanoonyana babo ngonaphakade+Baya kuhlala etroneni yakho.”+
5 nam ndiya kuyimisela itrone yobukumkani bakho kwaSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo, kanye njengoko ndamthembisayo uDavide uyihlo, ndisithi, ‘Akukho ndoda kumadoda akho eya kunqunyulwa ekuhlaleni etroneni kaSirayeli.’+
12 Ukuba oonyana bakho baya kuwugcina umnqophiso wam+Nezikhumbuzo zam endiya kubafundisa zona,+Kwanoonyana babo ngonaphakade+Baya kuhlala etroneni yakho.”+