Duteronomi 31:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ekuzeni kukaSirayeli wonke ukuze abonakale ebusweni bukaYehova+ uThixo wakho endaweni aya kuyikhetha,+ wowufunda lo mthetho phambi kukaSirayeli wonke esiva.+ Yoshuwa 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Le ncwadi yomthetho ayifanele isuke emlonyeni wakho,+ yaye umele uyifunde ngesandi esiphantsi imini nobusuku, ukuze wenze ngenyameko ngokuvumelana nako konke oko kubhalwe kuyo;+ kuba ke ngoko uya kuyenza iphumelele indlela yakho wandule ke wenze ngobulumko.+ 2 Timoti 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo+ kwaye siyingenelo ekufundiseni,+ ekohlwayeni,+ ekulungelelaniseni izinto,+ ekuqeqesheleni+ ebulungiseni,
11 ekuzeni kukaSirayeli wonke ukuze abonakale ebusweni bukaYehova+ uThixo wakho endaweni aya kuyikhetha,+ wowufunda lo mthetho phambi kukaSirayeli wonke esiva.+
8 Le ncwadi yomthetho ayifanele isuke emlonyeni wakho,+ yaye umele uyifunde ngesandi esiphantsi imini nobusuku, ukuze wenze ngenyameko ngokuvumelana nako konke oko kubhalwe kuyo;+ kuba ke ngoko uya kuyenza iphumelele indlela yakho wandule ke wenze ngobulumko.+
16 Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo+ kwaye siyingenelo ekufundiseni,+ ekohlwayeni,+ ekulungelelaniseni izinto,+ ekuqeqesheleni+ ebulungiseni,