Genesis 35:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko banduluka, yaye izixeko ezazibajikelezile+ zangenwa lunkwantyo ngoThixo, zaza azabasukela oonyana bakaYakobi. Duteronomi 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Akukho mntu uya kumelana ngokuqinileyo nani.+ UYehova uThixo wenu uya kubenza bankwantye nini yaye banoyike bonke abasezweni+ eniya kunyathela kulo, kanye njengoko enithembisile.
5 Emva koko banduluka, yaye izixeko ezazibajikelezile+ zangenwa lunkwantyo ngoThixo, zaza azabasukela oonyana bakaYakobi.
25 Akukho mntu uya kumelana ngokuqinileyo nani.+ UYehova uThixo wenu uya kubenza bankwantye nini yaye banoyike bonke abasezweni+ eniya kunyathela kulo, kanye njengoko enithembisile.