IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 10:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Ngomhla wokuba nemihlali+ kwenu nangamaxesha emisitho yethu+ nasekuqaleni kweenyanga zenu,+ nimele nivuthele amaxilongo enu phezu kweminikelo yenu etshiswayo+ nemibingelelo yenu yobudlelane;+ ibe sisikhumbuzo phambi koThixo wenu. NdinguYehova uThixo wenu.”+

  • 2 Kronike 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 yabona ndilakhela+ indlu igama+ likaYehova uThixo wam ukuba ndiyingcwalisele+ yena, ukuze kutshiswe isiqhumiso sobulawu+ phambi kwakhe, nesonka esikrozisiweyo+ esibekwa rhoqo neminikelo etshiswayo kusasa nangokuhlwa,+ ngeesabatha+ nangokuthwasa kweenyanga+ nangamaxesha emithendeleko+ kaYehova uThixo wethu. Oku kuya kubakho ukusa kwixesha elingenammiselo+ kwaSirayeli.

  • INdumiso 81:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Ekuthwaseni kwenyanga, vuthelani isigodlo;+

      Ngenyanga ehlangeneyo, ukwenzela imini yomthendeleko wethu.+

  • Kolose 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko ke makungabikho mntu unigwebayo+ ngento eniyityayo neniyiselayo+ okanye ngokuphathelele umthendeleko+ nokugcinwa kwenyanga ethwasileyo+ nesabatha;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share