IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 10:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye uKanan wazala uSidon+ izibulo lakhe, noHeti+

  • ABagwebi 1:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 UAshere+ akazange abagxothe abemi baseAko nabemi baseSidon+ neAhalabhi neAkezibhi+ neHelbha neAfiki+ neRehobhi.+

  • 1 Kumkani 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye ke bayalele ukuba bandicandele imisedare yaseLebhanon;+ yaye abakhonzi bam baya kuba nabakhonzi bakho, kwaye ndiya kukunika umvuzo wabakhonzi bakho ngokuvumelana noko uya kukutsho, kuba wena ngokwakho wazi kakuhle ukuba phakathi kwethu akukho namnye ukwaziyo ukucanda imithi njengamaSidon.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share