1 Kronike 23:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngabo abo oonyana bakaLevi ngokwendlu yooyise,+ iintloko zooyise, ngokwabo bamiselweyo, ngokwenani lamagama, intloko nganye yabo, abasebenzi bomsebenzi wenkonzo+ wendlu kaYehova, ukususela kwabaminyaka ingamashumi amabini ubudala ukusa phezulu.+
24 Ngabo abo oonyana bakaLevi ngokwendlu yooyise,+ iintloko zooyise, ngokwabo bamiselweyo, ngokwenani lamagama, intloko nganye yabo, abasebenzi bomsebenzi wenkonzo+ wendlu kaYehova, ukususela kwabaminyaka ingamashumi amabini ubudala ukusa phezulu.+