INdumiso 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa bonke abo basabela kuwe baya kuba nemihlali;+Baya kumemelela ngovuyo kuse kwixesha elingenammiselo.+Uya kuyithintela indlela esondela kubo,Yaye abo bathanda igama lakho baya kugcoba ngawe.+ Zekariya 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ungubani na wena, ntabandini inkulu?+ Phambi koZerubhabheli+ uya kuba ngumhlaba othe tyaba. Yaye ngokuqinisekileyo uya kuvelisa ilitye eliyintloko.+ Kuya kukhwazwa kulo+ kuthiwe: “Hayi indlela elinomtsalane ngayo! Hayi indlela elinomtsalane ngayo!”’”+
11 Kodwa bonke abo basabela kuwe baya kuba nemihlali;+Baya kumemelela ngovuyo kuse kwixesha elingenammiselo.+Uya kuyithintela indlela esondela kubo,Yaye abo bathanda igama lakho baya kugcoba ngawe.+
7 Ungubani na wena, ntabandini inkulu?+ Phambi koZerubhabheli+ uya kuba ngumhlaba othe tyaba. Yaye ngokuqinisekileyo uya kuvelisa ilitye eliyintloko.+ Kuya kukhwazwa kulo+ kuthiwe: “Hayi indlela elinomtsalane ngayo! Hayi indlela elinomtsalane ngayo!”’”+