Ezra 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Ke kaloku ukuba kubonakala kulungile kukumkani, makuhlolwe+ endlwini kakumkani yobuncwane eseBhabhiloni, enoba umyalelo+ wokuba ibuye yakhiwe indlu kaThixo eYerusalem wawuphuma kuKoreshi ukumkani na; aze asithumelele isigqibo sikakumkani ngokuphathelele oku.” Ezra 7:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Yaye mna, Artashashta kumkani, ndikhuphe umyalelo+ oya kubo bonke oonondyebo+ abangaphaya koMlambo,+ wokuba yonk’ into uEzra+ umbingeleli, umkhupheli womthetho kaTHIXO wamazulu, anicela yona niyenze ngokukhawuleza,
17 “Ke kaloku ukuba kubonakala kulungile kukumkani, makuhlolwe+ endlwini kakumkani yobuncwane eseBhabhiloni, enoba umyalelo+ wokuba ibuye yakhiwe indlu kaThixo eYerusalem wawuphuma kuKoreshi ukumkani na; aze asithumelele isigqibo sikakumkani ngokuphathelele oku.”
21 “Yaye mna, Artashashta kumkani, ndikhuphe umyalelo+ oya kubo bonke oonondyebo+ abangaphaya koMlambo,+ wokuba yonk’ into uEzra+ umbingeleli, umkhupheli womthetho kaTHIXO wamazulu, anicela yona niyenze ngokukhawuleza,