IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 16:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+

  • INdumiso 32:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 “Ndiya kukuqiqisa ndikuyalele ngendlela ofanele uhambe ngayo.+

      Ndiya kukucebisa iliso lam likuwe.+

  • INdumiso 33:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Khangela! Iliso likaYehova libhekiswe kwabo bamoyikayo,+

      Kwabo balinda ububele bakhe bothando,+

  • INdumiso 34:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Amehlo kaYehova akumalungisa,+

      Neendlebe zakhe zibhekiswe ekukhaleleni kwawo uncedo.+

  • 1 Petros 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share