IZenzo 5:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 kodwa ukuba ngokaThixo,+ aniyi kukwazi ukubabhukuqa;)+ kungenjalo, nisenokufunyanwa okunene ningabo balwa nxamnye noThixo.”+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
39 kodwa ukuba ngokaThixo,+ aniyi kukwazi ukubabhukuqa;)+ kungenjalo, nisenokufunyanwa okunene ningabo balwa nxamnye noThixo.”+