Levitikus 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Ukuba umnikelo wakhe otshiswayo uwuthabatha emhlambini,+ ematakaneni eegusha aziinkunzi okanye ezibhokhweni,+ wosondeza iduna eliphilileyo.+ Levitikus 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi kuAron: “Zithabathele ithole lenkomo lomnikelo wesono+ nenkunzi yegusha yomnikelo otshiswayo,+ eziphilileyo, uzisondeze phambi koYehova.+
10 “‘Ukuba umnikelo wakhe otshiswayo uwuthabatha emhlambini,+ ematakaneni eegusha aziinkunzi okanye ezibhokhweni,+ wosondeza iduna eliphilileyo.+
2 Wathi kuAron: “Zithabathele ithole lenkomo lomnikelo wesono+ nenkunzi yegusha yomnikelo otshiswayo,+ eziphilileyo, uzisondeze phambi koYehova.+