IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 27:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Ke wena, uze ubayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakuzisele ioli esulungekileyo yeminquma, engqushiweyo, yesikhanyiso, ukuze zihlale zikhanyisile rhoqo izibane.+

  • Levitikus 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “‘Ukuba uthe wasondeza umnikelo wokudla okuziinkozo okubhakwe eontini, woba ngamaqebengwana abusazinge angenagwele,+ omgubo ocolekileyo ogalelwe ioli okanye izonka ezisicaba ezingenagwele+ eziqatywe ioli.+

  • 1 Kronike 9:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Abathile kubo yayingamadoda ayemiselwe phezu kweempahla naphezu kwazo zonke iimpahla ezingcwele+ naphezu komgubo ocolekileyo+ newayini+ neoli+ nentlaka yokuqhumisa+ neoli yebhalsam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share