2 Kronike 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UKumkani uSolomon wabingelela ngamashumi amabini anesibini amawaka eenkomo nekhulu elinamashumi amabini amawaka ezimvu.+ Ngaloo ndlela ukumkani nabo bonke abantu bayisungula+ indlu kaTHIXO oyinyaniso.
5 UKumkani uSolomon wabingelela ngamashumi amabini anesibini amawaka eenkomo nekhulu elinamashumi amabini amawaka ezimvu.+ Ngaloo ndlela ukumkani nabo bonke abantu bayisungula+ indlu kaTHIXO oyinyaniso.