Ezra 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 koonyana bakaShekaniya, koonyana bakaParoshe,+ nguZekariya, yena wabhaliswa namadoda alikhulu elinamashumi amahlanu; Nehemiya 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Oonyana bakaParoshe,+ babengamawaka amabini anekhulu elinamashumi asixhenxe anesibini; Nehemiya 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Iintloko zabantu: NguParoshe, uPahati-mowabhi,+ uElam, uZatu, uBhani,
3 koonyana bakaShekaniya, koonyana bakaParoshe,+ nguZekariya, yena wabhaliswa namadoda alikhulu elinamashumi amahlanu;