IMizekeliso 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova unika ubulumko;+ emlonyeni wakhe kuphuma ukwazi nokuqonda.+ Yakobi 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko, ukuba kukho nabani na kuni oswele ubulumko,+ makaqhubeke ebucele kuThixo,+ kuba unika bonke ngesisa, engangcikivi;+ yaye uya kubunikwa.+
5 Ngoko, ukuba kukho nabani na kuni oswele ubulumko,+ makaqhubeke ebucele kuThixo,+ kuba unika bonke ngesisa, engangcikivi;+ yaye uya kubunikwa.+