IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 18:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Zimele zibagwebe abantu ngazo zonke izihlandlo ezifanelekileyo; zize ke amatyala amakhulu ziwazise kuwe,+ kodwa onke amatyala amancinane zowasingatha ngokwazo njengabagwebi. Ngoko zenzele khaphukhaphu umthwalo wakho, zize zona zikuthwalise.+

  • Duteronomi 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Uze uzimisele abagwebi+ namagosa+ phakathi kwawo onke amasango owanikwe nguYehova uThixo wakho ngokwezizwe zakho, bagwebe abantu ngobulungisa.

  • 2 Kronike 19:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye eYerusalem uYehoshafati wamisa abathile kubaLevi+ nakubabingeleli+ nezinye iintloko zezindlu zooyise+ zakwaSirayeli ukuba bagwebele+ uYehova bachophele namatyala+ abemi baseYerusalem.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share