Ezra 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 yaye koonyana bakaBhebhayi, nguZekariya unyana kaBhebhayi,+ ekunye namadoda angamashumi amabini anesibhozo; Nehemiya 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 oonyana bakaBhebhayi,+ babengamakhulu amathandathu anamashumi mabini anesibhozo;
11 yaye koonyana bakaBhebhayi, nguZekariya unyana kaBhebhayi,+ ekunye namadoda angamashumi amabini anesibhozo;