Ezra 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 yaye koonyana bakaBhigevayi,+ ngu-Utayi noZabhudi, bekunye namadoda angamashumi asixhenxe. Nehemiya 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 oonyana bakaBhigevayi,+ babengamawaka amabini anamashumi mathandathu anesixhenxe;