2 Kronike 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngako oko waphuma waya phambi kuka-Asa waza wathi kuye: “Ndiphulaphule, Asa nawe wonke Yuda noBhenjamin! UYehova unani logama nje nani ninaye;+ nokuba nithe namfuna,+ uya kufumaneka kuni, kodwa ukuba nithe namshiya uya kunishiya.+ INdumiso 73:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+
2 Ngako oko waphuma waya phambi kuka-Asa waza wathi kuye: “Ndiphulaphule, Asa nawe wonke Yuda noBhenjamin! UYehova unani logama nje nani ninaye;+ nokuba nithe namfuna,+ uya kufumaneka kuni, kodwa ukuba nithe namshiya uya kunishiya.+
27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+