Genesis 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye uKanan wazala uSidon+ izibulo lakhe, noHeti+ Yoshuwa 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukususela entlango nakule Lebhanon ukusa kumlambo omkhulu, uMlambo umEfrate, oko kukuthi, wonke umhlaba wamaHiti,+ nokuya kuLwandle Olukhulu ngasentshonalanga iya kuba ngummandla wenu.+
4 Ukususela entlango nakule Lebhanon ukusa kumlambo omkhulu, uMlambo umEfrate, oko kukuthi, wonke umhlaba wamaHiti,+ nokuya kuLwandle Olukhulu ngasentshonalanga iya kuba ngummandla wenu.+