25 Kwaye ndabahlaba amadlala ndaza ndabaqalekisa+ amanye amadoda abo ndawabetha+ ndaxhwitha iinwele zawo kwaye ndabafungisa ngoThixo+ ndisithi: “Anifanele nibanike iintombi zenu oonyana babo, yaye anifanele nibathabathele oonyana benu okanye nina nayiphi na kwiintombi zabo+.