Nehemiya 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko zafumana kubhaliwe emthethweni ukuba uYehova wayeyalele ngoMoses+ ukuba oonyana bakaSirayeli bahlale eminqubeni+ ebudeni bomthendeleko ngenyanga yesixhenxe,+ IZenzo 7:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 nina enamkela uMthetho njengoko wawudluliselwa ziingelosi+ kodwa anawugcina.”
14 Ngoko zafumana kubhaliwe emthethweni ukuba uYehova wayeyalele ngoMoses+ ukuba oonyana bakaSirayeli bahlale eminqubeni+ ebudeni bomthendeleko ngenyanga yesixhenxe,+