IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “Kodwa ngaba ngokwenene uThixo uya kuhlala emhlabeni?+ Khangela! Amazulu,+ ewe, izulu lawo amazulu,+ alikulingene;+ kobeka phi, ke, kule ndlu+ ndiyakhileyo!

  • 1 Kumkani 8:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 kwanga ungeva usemazulwini, kwindawo ohlala kuyo emisiweyo,+ uze wenze ngokuvumelana nako konke oko akubizayo owasemzini;+ ukuze zonke izizwana zomhlaba zilazi igama lakho+ zize zikoyike njengabantu bakho amaSirayeli, ukuze zazi ukuba le ndlu ndiyakhileyo ibizwe ngegama lakho.+

  • INdumiso 96:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+

      Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+

  • Isaya 37:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Owu Yehova wemikhosi, THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi, nguwe wedwa uTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani zomhlaba.+ Nguwe owenze amazulu nomhlaba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share