Ezra 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 oonyana bakaPahati-mowabhi,+ woonyana bakaYeshuwa noYowabhi,+ babengamawaka amabini anamakhulu asibhozo aneshumi elinesibini; Nehemiya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Elinye icandelo elilinganisiweyo lalilungiswa nguMalekiya unyana kaHarim+ noHashubhi unyana kaPahati-mowabhi,+ kwaneNqaba yeZiko Lokosa.+ Nehemiya 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Iintloko zabantu: NguParoshe, uPahati-mowabhi,+ uElam, uZatu, uBhani,
6 oonyana bakaPahati-mowabhi,+ woonyana bakaYeshuwa noYowabhi,+ babengamawaka amabini anamakhulu asibhozo aneshumi elinesibini;
11 Elinye icandelo elilinganisiweyo lalilungiswa nguMalekiya unyana kaHarim+ noHashubhi unyana kaPahati-mowabhi,+ kwaneNqaba yeZiko Lokosa.+