Duteronomi 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+ Ezra 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 bagqiba ngawo onke amadoda awayenike abafazi basemzini+ indawo yokuhlala ngosuku lokuqala lwenyanga yokuqala. 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+
17 bagqiba ngawo onke amadoda awayenike abafazi basemzini+ indawo yokuhlala ngosuku lokuqala lwenyanga yokuqala.
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+