1 Kronike 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 noAdaya unyana kaYeroham unyana kaPashure unyana kaMalekiya, noMahasayi unyana ka-Adiyeli unyana kaYazera unyana kaMeshulam unyana kaMeshilemiti+ unyana kaImere, Ezra 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 koonyana bakaPashure,+ nguEliyohenayi, uMahaseya, uIshmayeli, uNetaneli, uYozabhadi noEleyasa. Nehemiya 7:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 oonyana bakaPashure,+ babeliwaka elinamakhulu amabini anamashumi mane anesixhenxe;
12 noAdaya unyana kaYeroham unyana kaPashure unyana kaMalekiya, noMahasayi unyana ka-Adiyeli unyana kaYazera unyana kaMeshulam unyana kaMeshilemiti+ unyana kaImere,