Nehemiya 7:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Abagcini-masango,+ oonyana bakaShalum,+ oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemoni,+ oonyana baka-Akubhi,+ oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi,+ babelikhulu elinamashumi mathathu anesibhozo.
45 Abagcini-masango,+ oonyana bakaShalum,+ oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemoni,+ oonyana baka-Akubhi,+ oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi,+ babelikhulu elinamashumi mathathu anesibhozo.