Nehemiya 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuyo kwakubhalwe kwathiwa: “Kuvakele ezintlangeni, noGeshem+ utsho, ukuba wena namaYuda niceba ukuvukela.+ Yiyo loo nto nisakha udonga; yaye wena ungukumkani wabo,+ ngokwala mazwi.
6 Kuyo kwakubhalwe kwathiwa: “Kuvakele ezintlangeni, noGeshem+ utsho, ukuba wena namaYuda niceba ukuvukela.+ Yiyo loo nto nisakha udonga; yaye wena ungukumkani wabo,+ ngokwala mazwi.