Levitikus 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Nize ningenzi okungekho sikweni ekugwebeni. Uze ungamphathi ngomkhethe osweleyo,+ yaye ungakhethi ubuso besikhulu.+ Uze usigwebe ngokusesikweni isinxulumani sakho. Levitikus 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso. 2 Kronike 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wahlabela mgama wathi kubagwebi: “Kulumkeleni oko nikwenzayo,+ ngenxa yokuba anigwebi ngenxa yomntu kodwa kungenxa kaYehova;+ yaye unani ke kumbandela wokugweba.+ 1 Timoti 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Bohlwaye+ ekuhleni abantu abaqhelisela isono,+ khon’ ukuze nabanye boyike ukona.+ Tito 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Qhubeka uzithetha ezi zinto yaye ubongoza kwaye usohlwaya ngegunya elipheleleyo lokuyalela.+ Makungakhe kubekho mntu ukudelayo.+
15 “‘Nize ningenzi okungekho sikweni ekugwebeni. Uze ungamphathi ngomkhethe osweleyo,+ yaye ungakhethi ubuso besikhulu.+ Uze usigwebe ngokusesikweni isinxulumani sakho.
17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso.
6 Wahlabela mgama wathi kubagwebi: “Kulumkeleni oko nikwenzayo,+ ngenxa yokuba anigwebi ngenxa yomntu kodwa kungenxa kaYehova;+ yaye unani ke kumbandela wokugweba.+
15 Qhubeka uzithetha ezi zinto yaye ubongoza kwaye usohlwaya ngegunya elipheleleyo lokuyalela.+ Makungakhe kubekho mntu ukudelayo.+