Ezra 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke uRehum+ igosa laseburhulumenteni eliyintloko noShimshayi umbhali nabanye abalingane babo, abagwebi neerhuluneli ezingaphantsi phesheya koMlambo,+ oonobhala,+ abantu base-Erek,+ amaBhabhiloni,+ abemi baseSusa,+ oko kukuthi, amaElam,+ Estere 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngaloo mihla njengoko uKumkani uAhaswerosi wayehleli etroneni yakhe yobukhosi,+ eyayikwinqaba+ iShushan,+ Estere 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Baphuma abathwali besigidimi, bekhawuleza+ ngenxa yelizwi likakumkani, kwaye umthetho wawiswa kwinqaba iShushan.+ Ke yena ukumkani noHaman, bahlala phantsi ukuze basele;+ kodwa kwakusisiphithiphithi+ kwisixeko saseShushan.+ Daniyeli 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kulo mbono ke ndazifumana ndikwinqaba iShushan,+ kwiphondo lase-Elam;+ yaye kulo mbono ndabona ndimi ngasemfuleni waseUlayi.+
9 Wandula ke uRehum+ igosa laseburhulumenteni eliyintloko noShimshayi umbhali nabanye abalingane babo, abagwebi neerhuluneli ezingaphantsi phesheya koMlambo,+ oonobhala,+ abantu base-Erek,+ amaBhabhiloni,+ abemi baseSusa,+ oko kukuthi, amaElam,+
2 ngaloo mihla njengoko uKumkani uAhaswerosi wayehleli etroneni yakhe yobukhosi,+ eyayikwinqaba+ iShushan,+
15 Baphuma abathwali besigidimi, bekhawuleza+ ngenxa yelizwi likakumkani, kwaye umthetho wawiswa kwinqaba iShushan.+ Ke yena ukumkani noHaman, bahlala phantsi ukuze basele;+ kodwa kwakusisiphithiphithi+ kwisixeko saseShushan.+
2 Kulo mbono ke ndazifumana ndikwinqaba iShushan,+ kwiphondo lase-Elam;+ yaye kulo mbono ndabona ndimi ngasemfuleni waseUlayi.+