1 Kronike 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Onke ke amaSirayeli, abhaliswa ngokwemilibo yawo yokuzalwa;+ nango ebhalwe kwiNcwadi yooKumkani bakaSirayeli. Kwaye uYuda wathatyathelwa ekuthinjweni+ eBhabhiloni ngenxa yokungathembeki kwakhe. Ezra 2:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Aba ngabo abayifunayo ingxelo yomlibo wabo wokuzalwa ukuze bawungqine esidlangalaleni, yaye abazange bayifumane, ngoko bathintelwa kububingeleli njengabangcolileyo.+
9 Onke ke amaSirayeli, abhaliswa ngokwemilibo yawo yokuzalwa;+ nango ebhalwe kwiNcwadi yooKumkani bakaSirayeli. Kwaye uYuda wathatyathelwa ekuthinjweni+ eBhabhiloni ngenxa yokungathembeki kwakhe.
62 Aba ngabo abayifunayo ingxelo yomlibo wabo wokuzalwa ukuze bawungqine esidlangalaleni, yaye abazange bayifumane, ngoko bathintelwa kububingeleli njengabangcolileyo.+