Ezra 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Makwazeke kukumkani ukuba sihambile saya kumaphondo+ akwaYuda endlwini yoTHIXO omkhulu,+ yaye yakhiwa ngamatye aqengqiweyo, kubekwa namaplanga ezindongeni; loo msebenzi wenziwa ngentumekelelo wenza inkqubela ezandleni zabo. Estere 9:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko wathumela amaxwebhu abhaliweyo kuwo onke amaYuda kumaphondo+ alikhulu elinamashumi amabini anesixhenxe, kummandla ka-Ahaswerosi,+ ngamazwi oxolo nenyaniso,+
8 Makwazeke kukumkani ukuba sihambile saya kumaphondo+ akwaYuda endlwini yoTHIXO omkhulu,+ yaye yakhiwa ngamatye aqengqiweyo, kubekwa namaplanga ezindongeni; loo msebenzi wenziwa ngentumekelelo wenza inkqubela ezandleni zabo.
30 Ngoko wathumela amaxwebhu abhaliweyo kuwo onke amaYuda kumaphondo+ alikhulu elinamashumi amabini anesixhenxe, kummandla ka-Ahaswerosi,+ ngamazwi oxolo nenyaniso,+