Ezra 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Aba yayingoonyana bamaphondo+ abenyukayo baphuma ekubanjweni kwabantu ababethinjiwe+ abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wayebathabathele ekuthinjweni+ eBhabhiloni nabo kamva babuyela+ eYerusalem nakwaYuda,+ ngamnye kwisixeko sakhe;
2 Aba yayingoonyana bamaphondo+ abenyukayo baphuma ekubanjweni kwabantu ababethinjiwe+ abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wayebathabathele ekuthinjweni+ eBhabhiloni nabo kamva babuyela+ eYerusalem nakwaYuda,+ ngamnye kwisixeko sakhe;