Genesis 35:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waba uyafa ke ngaloo ndlela uRakeli waza wangcwatywa endleleni yase-Efrata, oko kukuthi, eBhetelehem.+ 1 Kronike 2:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 uSalma uyise kaBhetelehem,+ uHarefu uyise kaBhete-gadere. Mateyu 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ‘Nawe, Bhetelehem+ yelizwe lakwaYuda, akusiso nakanye esona sixeko singabalulekanga phakathi kweerhuluneli zakwaYuda; kuba kuwe kuya kuphuma lowo ulawulayo,+ oya kwalusa+ abantu bam, amaSirayeli.’”
19 Waba uyafa ke ngaloo ndlela uRakeli waza wangcwatywa endleleni yase-Efrata, oko kukuthi, eBhetelehem.+
6 ‘Nawe, Bhetelehem+ yelizwe lakwaYuda, akusiso nakanye esona sixeko singabalulekanga phakathi kweerhuluneli zakwaYuda; kuba kuwe kuya kuphuma lowo ulawulayo,+ oya kwalusa+ abantu bam, amaSirayeli.’”