Duteronomi 27:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Uqalekisiwe ongawamisiyo amazwi alo mthetho ukuba awenze.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) 1 Korinte 14:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kungenjalo, ukuba unikela indumiso ngesiphiwo somoya, umntu oqhelekileyo uya kutsho njani na ukuthi “Amen”+ ekubuleleni kwakho, ekubeni engakwazi oko ukutshoyo?
16 Kungenjalo, ukuba unikela indumiso ngesiphiwo somoya, umntu oqhelekileyo uya kutsho njani na ukuthi “Amen”+ ekubuleleni kwakho, ekubeni engakwazi oko ukutshoyo?