Eksodus 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngelo xesha uMoses noonyana bakaSirayeli bamvumela le ngoma uYehova besithi:+ “Mandimvumele uYehova, kuba uphakame kakhulu.+Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.+ INdumiso 106:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Amanzi azigubungela iintshaba zabo;+Akuzange kusale namnye kuzo.+ Hebhere 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+
15 Ngelo xesha uMoses noonyana bakaSirayeli bamvumela le ngoma uYehova besithi:+ “Mandimvumele uYehova, kuba uphakame kakhulu.+Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.+
29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+