Eksodus 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndiya kuninisela isonka esivela emazulwini;+ yaye bamele baphume abantu, ngamnye abuthe isabelo sakhe semini,+ ukuze ndibavavanye enoba bohamba emthethweni wam kusini na.+
4 Wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndiya kuninisela isonka esivela emazulwini;+ yaye bamele baphume abantu, ngamnye abuthe isabelo sakhe semini,+ ukuze ndibavavanye enoba bohamba emthethweni wam kusini na.+