Numeri 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+ Duteronomi 2:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Wathi uYehova kum, ‘Yabona, ndiqalile ukumnikela kuwe uSihon nelizwe lakhe. Qalisa ke ukulihlutha ilizwe lakhe.’+
24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+
31 “Wathi uYehova kum, ‘Yabona, ndiqalile ukumnikela kuwe uSihon nelizwe lakhe. Qalisa ke ukulihlutha ilizwe lakhe.’+