ABagwebi 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko uYehova wabathengisa+ kwisandla sikaYabhin ukumkani wakwaKanan, owayelawula eHatsore;+ intloko yomkhosi wakhe yayinguSisera,+ yaye wayehlala eHarosheti+ yeentlanga. ABagwebi 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Baza oonyana bakaSirayeli baqalisa ukwenza okubi emehlweni kaYehova.+ Ngoko uYehova wabanikela esandleni sikaMidiyan+ iminyaka esixhenxe.
2 Ngoko uYehova wabathengisa+ kwisandla sikaYabhin ukumkani wakwaKanan, owayelawula eHatsore;+ intloko yomkhosi wakhe yayinguSisera,+ yaye wayehlala eHarosheti+ yeentlanga.
6 Baza oonyana bakaSirayeli baqalisa ukwenza okubi emehlweni kaYehova.+ Ngoko uYehova wabanikela esandleni sikaMidiyan+ iminyaka esixhenxe.