-
Levitikus 19:23INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
23 “‘Xa nifikile ezweni elo, natyala yonke imithi yokudla, nimele nizigqale iziqhamo zayo njengezingasulungekanga “njengejwabi” lazo. Ziya kuqhubeka zingezingalukanga kuni iminyaka emithathu. Mazingadliwa.
-