Nehemiya 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndafumanisa ukuba abaLevi babengazinikwanga izahlulo zabo,+ kangangokuba abaLevi neemvumi ezazisenza umsebenzi babaleka, ngamnye waya kumhlaba wakhe.+ Nehemiya 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye ndawahlaba amadlala+ amasekela-baphathi+ ndaza ndathi: “Kutheni na ingakhathalelwanga nje indlu yoTHIXO oyinyaniso?”+ Ngenxa yoko ndabaqokelela ndawonye ndaza ndabamisa kwindawo yabo yokuma.
10 Ndafumanisa ukuba abaLevi babengazinikwanga izahlulo zabo,+ kangangokuba abaLevi neemvumi ezazisenza umsebenzi babaleka, ngamnye waya kumhlaba wakhe.+
11 Yaye ndawahlaba amadlala+ amasekela-baphathi+ ndaza ndathi: “Kutheni na ingakhathalelwanga nje indlu yoTHIXO oyinyaniso?”+ Ngenxa yoko ndabaqokelela ndawonye ndaza ndabamisa kwindawo yabo yokuma.