2 Kronike 26:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaphezu koko, u-Uziya wakha iinqaba+ eYerusalem ngakwiSango leMbombo+ nangakwiSango Lentlambo+ nangakuDonga Olungaphandle, wazenza zomelela. Nehemiya 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ISango Lentlambo+ lalilungiswa nguHanuni nabemi baseZanowa;+ balakha ngokwabo baza bafaka iingcango zalo,+ nezitshixo zalo+ nemivalo yalo,+ kwaneekubhite eziliwaka eludongeni ukuya kufikelela kwiSango leeMfumba Zothuthu.+
9 Ngaphezu koko, u-Uziya wakha iinqaba+ eYerusalem ngakwiSango leMbombo+ nangakwiSango Lentlambo+ nangakuDonga Olungaphandle, wazenza zomelela.
13 ISango Lentlambo+ lalilungiswa nguHanuni nabemi baseZanowa;+ balakha ngokwabo baza bafaka iingcango zalo,+ nezitshixo zalo+ nemivalo yalo,+ kwaneekubhite eziliwaka eludongeni ukuya kufikelela kwiSango leeMfumba Zothuthu.+