Yoshuwa 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngenxa yoko uAdoni-tsedeki ukumkani waseYerusalem+ wathumela kuHoham ukumkani waseHebron+ nakuPiram ukumkani waseYarmuti+ nakuYafiya ukumkani waseLakishe+ nakuDebhiri ukumkani wase-Eglon,+ esithi, Yoshuwa 15:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 iLakishe+ neBhotsekati+ ne-Eglon,+ Isaya 37:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko uRabheshake+ wabuya waza wafika ukumkani waseAsiriya esilwa neLibhena,+ kuba wayevile ukuba undulukile eLakishe.+
3 Ngenxa yoko uAdoni-tsedeki ukumkani waseYerusalem+ wathumela kuHoham ukumkani waseHebron+ nakuPiram ukumkani waseYarmuti+ nakuYafiya ukumkani waseLakishe+ nakuDebhiri ukumkani wase-Eglon,+ esithi,
8 Emva koko uRabheshake+ wabuya waza wafika ukumkani waseAsiriya esilwa neLibhena,+ kuba wayevile ukuba undulukile eLakishe.+