Genesis 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ke, wathi igama laloo ndawo yiBheteli;+ kodwa enyanisweni, lona igama leso sixeko laliyiLuzi ngaphambili.+ Yoshuwa 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye umda wawela ukusuka apho waya eLuzi,+ kwithambeka elingasemzantsi laseLuzi, oko kukuthi, iBheteli;+ yaye umda wehla waya eAtaroti-adare+ entabeni engasemzantsi, yaseBhete-horon+ eseMzantsi.
19 Ngoko ke, wathi igama laloo ndawo yiBheteli;+ kodwa enyanisweni, lona igama leso sixeko laliyiLuzi ngaphambili.+
13 Yaye umda wawela ukusuka apho waya eLuzi,+ kwithambeka elingasemzantsi laseLuzi, oko kukuthi, iBheteli;+ yaye umda wehla waya eAtaroti-adare+ entabeni engasemzantsi, yaseBhete-horon+ eseMzantsi.