Nehemiya 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ISango Lentlambo+ lalilungiswa nguHanuni nabemi baseZanowa;+ balakha ngokwabo baza bafaka iingcango zalo,+ nezitshixo zalo+ nemivalo yalo,+ kwaneekubhite eziliwaka eludongeni ukuya kufikelela kwiSango leeMfumba Zothuthu.+
13 ISango Lentlambo+ lalilungiswa nguHanuni nabemi baseZanowa;+ balakha ngokwabo baza bafaka iingcango zalo,+ nezitshixo zalo+ nemivalo yalo,+ kwaneekubhite eziliwaka eludongeni ukuya kufikelela kwiSango leeMfumba Zothuthu.+